Zahara

Ndiza


Imprimir canciónEnviar corrección de la canciónEnviar canción nuevafacebooktwitterwhatsapp

Ndihambile ndibonile
Bandixelele bandinikile
Ndingafunanga ndingabuzanga

Ndiza kundiza, ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona

Awu ndiza ndizakundiza, ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona

Awu ndiza kundiza, ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona haay

Awu ndiza kundiza, ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona haay

Ndizam'ukucinga haa
Ndiyahluleka haaa
Ingqondo yami iyakhawuleza
Kuyehla kuyasa
Kum kuyafana
Ndonakele

Ndiza kundiza ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona haaa

Ndiza awu ndiza ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona haaa

Ndiza ndizakundiza ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona haaa

Ndiza awu ndiza ndizawubuya
Ndikuphathel’intliziyo yam
Uzuyenze msulwa yona haaa