Kholeho Mosala

Somandla


Imprimir canciónEnviar corrección de la canciónEnviar canción nuevafacebooktwitterwhatsapp

Somandla
Sicel'amandla,
ewe somandla...
Sicel'amandla,
ewe somandla
Sicel'amandla,
ewe somandla
Sicel'amandla,
ewe somandla
Sicel'amandla,
ewe somandla
Sicel'amandla,
ewe somandla.

Somandla,
ye somandla...
Somandla,
sicel'amandla...
Somandla,
ye somandla
Somandla,
sicel'amandla...
Somandla,
ye somandla..
Somandla,
sicel'amandla...

Iyagul'
Afrika yethu..
Iyagul'i
Afrika yethu..

Sizo yinyanga,
ngawo lo mculo
Sizo yinyanga,
ngayo le ngoma
Somandla,
Ye somandla...
Somandla,
Ye somandla...

Iyagul'
Afrika yethu...
Iyagul'
Afrika yethu.
Sizo yinyanga,
ngayo le ngoma,
Sizo yinyanga,
ngawo lo mculo..
Sizo yinyanga,
ngayo le ngoma,
Sizo yinyanga,
ngawo lo mculo..

I Afrika,
I Afrika

Sizo yinyanga,
ngayo le ngoma we
Sizo yinyanga,
ngawo lo mculo we
Siph'amandla, wewe...
Siph'amandla, wewe...
Siph'amandla, wewe...
Siph'amandla, wewe...


Izigulane,
ezibhedlela
Abakholiweyo,
ecaweni
ngase Mlanjeni
Sibulela kuwe,
ngala mandla
Soze ndikulibale
We, Somandla,
hlambulul' intliziyo zethu.


Autor(es): Kholeho Mosala