Sthandwa Sam
Masiyekele okunye
Siyele nobuvuvu
Mna nawe sibanbene ngesandla
Masiyekele okunye
Siyele nobuvuvu
Mna nawe sibanbene ngesandla
Oh oh oh
Sthandwa sam ngicela sbasmbane ngesandla
Sibayeke bonke aba abatheth' ubuxoki ngam ndi

Sibayeke bonke aba abatheth' ubuxoki ngam we

Standwa ndibavule
Futhi ndibabonile
Bathetha ngathi oh baby bascekela phansi
Ndibabonile baby oh kwaye ndibavile sthandwa
Bathetha ngathi oh baby bascekela phansi
My love for you is all I need
I tried to play it perfectly
Cause baby we're meant to be
My love for you is all I need
I tried to play it perfectly
Cause baby we're meant to be
Oh wow oh
Sthandwa sam ngicela sbasmbane ngesandla
Sibayeke bonke aba abatheth' ubuxoki ngam ndi
Sthandwa sam ngicela sbasmbane ngesandla
Sibayeke bonke aba abatheth' ubuxoki ngam we
Sthandwa sam ngicela sbasmbane ngesandla
Sibayeke bonke aba abatheth' ubuxoki ngam ndi
Sthandwa sam ngicela sbasmbane ngesandla
Sibayeke bonke aba abatheth' ubuxoki ngam we
Bayeke bayeke bayeke beyeke