Nathi

Ukuthanda Wena


Imprimir canciónEnviar corrección de la canciónEnviar canción nuevafacebooktwitterwhatsapp

Uk'thanda wena lady
Kungu msebenzi wam
Uku ndithobela wena
Kungu msebenzi wakho
Uk'thanda wena lady
Kungu msebenzi wam
Uku ndithobela wena
Kungu msebenzi wakho

Oko ndathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam
Oko ngathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam

Uk'thanda wena lady
Kungu msebenzi wam
Uku ngithobela wena
Kungu msebenzi wakho
Uk'thanda wena lady
Kungu msebenzi wam
Ndithobele wena
Kungu msebenzi wakho

Oko ndathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam
Oko ndathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam
Oko ndathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam

Azange wake wandophoxa
Azange wandishiya
Azange wake wandihlazisa
Ulubambo lwam
Azange wake wandophoxa
Azange wandishiya
Azange wake wandihlazisa
Ulubambo lwam

Oko ndathandana nawe
Kwakhanya njenge mini
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam
Oko ndathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam
Oko ndathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam

Oko ndathandana nawe
Bakhanya ubomi bam
Kwamnandi sathandana
Waba lubambo lwam