
Uzondilinda
Mna kudala ndihamba
Mna ndifun’indlela
Ndazofika kule ndawo
Wavum’umphefumlo wam
Many days and nights
Ndihamba ndifun’ubomi
Nozinik’ithemba
In my life
Uzondilinda, uzondimela
Uzonyamezela, noba kutheni na, noba kutheni na
Uzondilinda, uzondimela
Uzonyamezela,
oh oh oh oh ohhh
Andizanga zodlala
Andizang’zodlala mna
Andizang’zolala
Andizang’zolala
Oooh Andizang’zodlala
Andizang’zodlala mna
Andizang’zolala
Andizang’zolala
Ndiyintomb’ ezimel’engixek'ektyeni
Ndiyintomb’ enengcinga zayo
Oh mmm oh mmm
Ndiyintomb’iyadlisa
Ndiyintomb’inamandla
Ndiyintomb’enamaphupha ayo
Uzondilinda, uzondimela
Uzonyamezela
Uzondilinda, uzondimela
Uzonyamezela
oh oh oh oh
Andizang'zodlala
Andizang’zodlala mna
Hayi andizang’zolala
Andizang’zolala oh
Andizanga zodlala
Andizang’zodlala mna
Undijongise
Ndicel'ujongisise ndiya'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Wena mfana weh
Ndicel'ud'jongisise ndiya'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Wena mfana weh
Ndicel'ud'jongisise ndiya'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Wena mfana weh
Andizang’zolala
Ndicel'ujongisise ndiya'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Wena mfana weh
Ndicel'ujongisise ndiya'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Wena mfana weh
Ndicel'ujongisise ndiya'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Wena mfana weh
Ndicel'ujongisise ndiya'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Ewe mna ndiyak'cela
Wena mfana weh
Andizang’zolala