Ikhaya


Isandi
Sesingqi baleka egazini lami
Isikhumbuzo
S'khumbuzo sentsusa yezithethe zam

(Hayoyoyoyo)
Hayoyoyo (Hayoyoyoyo)
Hayoyoyo (Hayoyoyoyo)
Hayoyoyo (Hayoyoyoyo)
Hayo ndim lo (Hayoyoyoyo)
OoDikela, amaQwathi bo

Ngathi ndinesphiwo
Bandishiya naso ooBawo bam (Hayoyoyoyo)
Sindongamele
Bandiyala ngaso abadala bam (Hayoyoyoyo)
Mandisidlulise njengoko bo (Hayoyoyoyo)

Jongani ngoku ndiyaziqhenya
Phindani maAfrika phindani
Bulelani kuQamatha uSomandla
Ukubiza iAfrika ikhaya

Isandi
Sesingqi baleka negazi lam yho
OoTshangisa, amaNgwevu bo
Hee nank'omny'uSkhoma

Abalandelayo
Hmm nabazayo
Basifumane simile bo

(Hayi yho yho yho yho yho yho)
Jongani ngoku ndiyaziqhenya (Hayi yho yho yho yho yho yho)
Phindani maAfrika phindani (Hayi yho yho yho yho yho yho)
Bulelani kuQamatha uSomandla
Ukubiza iAfrika ikhaya

(Hayi yho yho yho yho yho yho)
Jongani ngoku ndiyaziqhenya (Hayi yho yho yho yho yho yho)
Phindani maAfrika phindani (Hayi yho yho yho yho yho yho)
Bulelani kuQamatha uSomandla
Ukubiza iAfrika ikhaya

(Hayi yho yho yho yho yho yho)
Jongani ngoku ndiyaziqhenya (Hayi yho yho yho yho yho yho)
Phindani maAfrika phindani (Hayi yho yho yho yho yho yho)
Bulelani kuQamatha uSomandla
Ukubiza iAfrika ikhaya


Autor(es): MZWANDILE BALA