Ifani

Chocolate And Vanilla


Print songSend correction to the songSend new songfacebooktwitterwhatsapp

Dlalele ingoma ezimnandi
Dlalele ingoma ezimnandi
Dlalele ingoma ezimnandi
Mmamthembu uthanda ingoma ezimnandi

Ndikhule eblawa
Ndikhule ndingamazi utata
Umakhulu wami ndikhule ndimbiza umama
Undikhulisile umama
Ewe undifundisile umama
Ndigeza endibetha
Ngezandla ewe undikhulisile umama

Zange ndalibona uthando olunje
Nje ngolwakho mamthembu
Abantu bendibona mna ndinje
Luthando lwakho mamthembu
Ndikhule ndikufundela mama
Ndisithi ndizakubulela mama
Ndisithi ndizakuculela mama
Izulu kodwa lakhetha ukukuthatha

So ndiyakucela Yesu (Yesu)
Uzumgcin'umama ( umama)
Xa ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo
Uzimgcin'umama ( mama)
Xa ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi

( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
Mmamthembu uthanda ingoma ezimnandi

( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
Mmamthembu uthanda ingoma ezimnandi

Bathi akuncedi ukhala nangona iqhawe lam limkile
Cela nivule icilongo okanye lamaculo ase Wisile
Ebehamba Assembly of God
Ebeyithanda icawa
Ebemthanda uYesu
And ebeyithanda inyama
Ebenestoro sakhe efihla kuso ilekese
Xa endibona andikho right ebusweni
Athi boy hamb'othatha ilekese
Ndiyathemba izulu limamkele
Izono zakhe zixolelwe
If zikhona ezishotayo cela uzibeke kum zonke yesu

Ndiyakucela Yesu (Yesu)
Uzumgcin'umama ( umama)
Xa ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo ( bawo)
Uzimgcin'umama ( mama)
Xa ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi

( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
Mmamthembu uthanda ingoma ezimnandi

( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
Mmamthembu uthanda ingoma ezimnandi

I hope uyinxibile iqhiya a pho ezulwini mamthembu
Ungabonisi uyesu i afro yakho ( uzum)
Mhlawumbi angaba nomona
Ungabi naworry ngam mamthembu ndi oright ( uzum)
Uthoise undijongile
Usemva kwabantwana uthoise mmamthembu (uma)
Ee kodwa kunzima sometimes its heavy yhooo
Anyway i hope bakudlalela ingoma ezimnandi apho
Cause ndiyakwazi ubuwuthanda umculo
Yesu please ndiyakucela
Please yesu

Ndiyakucela Yesu (Yesu)
Uzumgcin'umama ( umama)
Xa ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi
Ndiyakucela bawo
Uzimgcin'umama
Xa ehleli nawe uzumdlalele ingoma ezimnandi

( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
(UMma) mmamthembu uthanda ingoma ezimnandi

( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
( Uzum) dlalele ingoma ezimnandi
(UMma) mmamthembu uthanda ingoma ezimnandi