Simphiwe Dana

Hay'ihambo


Print songSend correction to the songSend new songfacebooktwitterwhatsapp

Ndambona ehla enyuka
Ehamba ebhaduza ejingxela
Liqalaph’ ibali?

Kwabasezikolweni
(Sohlangana hlangana)
Emakhitshini
(Sohlangana hlangana)
Abaphethe isizwe
(Sohlangana hlangana)
Masihlanganeni

Ezimayini
Ndambona ehla enyuka
Emasimini
Ehamba ebhaduza ejingxela
Liqalaph’ ibali?
Masihlanganeni


(Sohlangana hlangana)
Inamafutha lenqwelo
Iyaphi na lo ndlela?
Uyandidinga mna
Uyandidinga

Ndambona ehla enyuka
Ehamba ebhaduza ejingxela
Liqalaph’ ibali? (Masihlagane)

(Sohlangana hlangana)
Masihlanganeni

Masihlangane
Sizalwa ngumnt’omnye
Sigabant’abanye
Bantu abanye
Masihlangane