Zonke

Thank You for Loving Me [Live]


Print songSend correction to the songSend new songfacebooktwitterwhatsapp

The love that you give to me is so amazing
You sheltered me until it stopped raining
The fire inside of me you've kept burning
And as long as you stay in my heart ...
l'm willing to carry on hey
Thank you for loving me
Thank you for loving me
Thank you for loving me

Kwamaxesha xa ndiziva nd'ganelisekanga
Kodwa you keep me going
Nangendlela enindikhuthaza ngayo
Xa ndithi mna ndidiniwe ngoku

Oh nihlala nisiza (aah)
Hlala nind'biza (ooh)
Hlala nindixelela u'ba niyazi nd'naw' amandla (aah)
Oh nihlala nisiza (aah)
Hlala nind'biza (ooh)
Hlala nindixelela u'ba niyazi nd'naw' amandla (aah)

Kwamaxesha xa ndiziva nd'ganelisekanga
Kodwa you keep me going
Nangendlela enindikhuthaza ngayo
Xa ndithi mna ndidiniwe ngoku

Oh nihlala nisiza (aah)
]Hlala nind'biza (ooh)
Hlala nindixelela u'ba niyazi nd'naw' amandla
Oh nihlala nisiza (aah)
Hlala nind'biza (ooh)
Hlala nindi (aah)
La, la, la, la, la, la, la
Oh nihlala nisiza (aah)
Hlala nisiza (ooh)
Hlala nindibiza mna (aah)
Oh, oh, oh, oh, oh, oh, oh
Oh nihlala nisiza (aah)
Hlala nisiza (aah)
Hlala nindibiza mna (ooh)
Hlala nindixelela u'ba niyazi nd'naw' amandla

Wo wo nihlala nisiza
Oooh aaaah
Aaaaaah aaaah aaaah
Wo wo nihlala nisiza
Oooh aaaah
Aaaaaah aaaah aaaah
Wo wo nihlala nisiza
Oooh aaaah
Aaaaaah aaaah aaaah
Wo wo nihlala nisiza
Oooh aaaah
Xelela u'ba niyazi nd'naw' amandla