Theo Kgosinkwe

Usis'thandwa Sam

Print songSend correction to the songSend new songfacebooktwitterwhatsapp

Wena ungowam ngowam
Wena usis'thandwa sam
Ngithanda wena darlie wam
Uzohlala ungowam ngowam

Wena ungowam ngowam
Wena usis'thandwa sam
Ngithanda wena darlie wam
Uzohlala ungowam ngowam

Noba sihlala silwa sithandwa sam
Noba sihlala sixabana
Okusalayo ungowami
Usis'thandwa sam

Igama lakho libhaliwe
Entliziyweni yami
Nasekhaya bayakwazi
Usis'sthandwa sam

Wena ungowam ngowam (ungowam ngowam ungowam ngowam)
Wena usis'thandwa sam (ungowam ngowam ungowam ngowam)
Ngithanda wena darlie wam (ungowam ngowam ungowam ngowam)
Uzohlala ungowam ngowam (ungowam ngowam ungowam ngowam)

Writer/s: THEO KGOSINKWE, LUTHANDO NGCIZELA, NTOBEKO NGCIZELA