
Woz' Emzantsi
Kumnandi kumnandi
Kumnandi kwelakithi kumnandi
(hewendiva)
Kumnandi (hewendiva)
Kumnandi (hewendiva)
Kumnandi kwelakithi kumnandi (hewendiva)
We molo wemolo
We molo wemolo
Hawu kumnandi emzantsi
We molo wemolo
We molo wemolo
Hawu kumnandi emzantsi
Ngithi woza emzantsi
Woza emzantsi
Woza uzobona
Wemolo ma wemolo ma wemolo ma wemolo
Ehe…(kumnandi kwelakithi kumnandi)
Wemolo wemolo wemolo wemolo
Uyehe…(kumnandi kwelakithi kumnandi)
Kwamnandi ekhaya
Kwamnandi emzantsi
Kwamnandi ekhaya
Kwamnandi emzantsi
Hai wena ozotshela mina
Mina ngizotshela wena
Ngoba mina ngizalwa emzantsi
Hai wena ozotshela mina
Mina ngizotshela wena
Ngoba mina ngizalwa emzantsi
We molo wemolo
We molo wemolo
Hawu kumnandi emzantsi
We molo wemolo
We molo wemolo
Hawu kumnandi emzantsi
Wemolo ma wemolo ma wemolo ma wemolo
Ehe…(kumnandi kwelakithi kumnandi)
Wemolo wemolo wemolo wemolo
Uyehe…(kumnandi kwelakithi kumnandi)
Wemolo ma wemolo ma wemolo ma wemolo
Ehe…(kumnandi kwelakithi kumnandi)
Wemolo wemolo wemolo wemolo
Uyehe…(kumnandi kwelakithi kumnandi)