Amadodana Ase Wesile

Yisabatha


Print songSend correction to the songSend new songfacebooktwitterwhatsapp

Yisabatha
Yisabatha namhla Nkosi iyimini yakho
O Yisabatha
Yisabatha namhla Nkosi iyimini yakho
E baya bayavuya
Bayavuy’abantu bakho ngale mini yakho
E baya bayavuya
Bayavuy’abantu bakho ngale mini yakho

O Yisabatha
Yisabatha namhla Nkosi iyimini yakho
O Yisabatha
Yisabatha namhla Nkosi iyimini yakho
E baya bayavuya
Bayavuy’abantu bakho ngale mini yakho
E baya bayavuya
Bayavuy’abantu bakho ngale mini yakho

E baya bayavuya
Bayavuy’abantu bakho ngale mini yakho
E baya bayavuya
Bayavuy’abantu bakho ngale mini yakho

Uvukile
Uvukile Wena ntloko yabo bakholwayo
Wo uvukile
Uvukile Wena ntloko yabo bakholwayo
O Sakuvuka
Sakuvuka nathi ngoku thina sikholwayo
O Sakuvuka
Sakuvuka nathi ngoku thina sikholwayo

The most viewed