Myekeleni
Myekeleni
Bendicela sonke bethu
siguqe ngedolo sithandazel'iZimbabwe..
Bendicela sonke bethu
siguqe ngedolo sithandazel'iZimbabwe..
Oh, myekeleni
Ndikhumbul'unyaka,
u 1980,
inkululeko, e Zimbabwe
Abantu bevuya,
becul'ingoma
yeChimurenga, hoho
Intlutha,
kodwa ke,
imbalela,
urhwiphilizo
Hey,
lumnkani ma Afrika,
ngoba buza nenhlupeko
Bendicel sonke bethu
siguqe ngedolo sithandazel'iZimbabwe.
Oh Myekeleni.
Bendicel sonke bethu
siguqe ngedolo sithandazel'iZimbabwe..
Oh Myekeleni.
Oh,myekeleni,
oh,myekeleni,
oh, myekeleni..
Oh, Myekeleni
Oh,myekeleni,
oh,myekeleni,
oh, myekeleni..
Oh, Myekeleni
Bendicela sonke bethu siguqe ngedolo sithandezel'iZimbabwe..
Oh, Myekeleni
Bendicela sonke bethu siguqe ngedolo sithandezel'iZimbabwe..
Oh, Myekeleni
Oh, Myekeleni...
oh, Myekeleni
Izizwe
zase Afrika,
oh, myekeleni
Intlutha,
imbalela, k
unqab'amanzi
Imfundo,
urhwiphilizo,
oh, myekeleni
Ubuhlanga buza nentlupheko,
oh, myekeleni
Masibonisane, sihlale phantsi,
oh, myekeleni
Bendicela sonke bethu
siguqe ngedolo sithandazel'iZimbabwe,
oh myekeleni...
Bendicela sonke bethu
siguqe ngedolo sithandazel'iZimbabwe,
oh myekeleni...
Autor(es): Kholeho Mosala