Ndincedeni

Nkiya nkiya wolololo (nkiya nkiya wolololo)

(Hosana ho) sicela uncedo
(hosana ho) kuni bantu bakithi
(Hosana ho) sicela uncedo
(Hosana ho) kuni bantu bakithi
(Hosana ho) sicela uncedo
(Hosana ho) kuni bantu bakithi
(Hosana ho) sicela uncedo
(hosana ho) kuni bantu bakithi

Angisakwazi nokuya eskolweni wolololo ma

Aowa wa lla o (hosana ho hosana ho)
Aowa wa lla o (hosana ho hosana ho)
Aowa wa lla o (hosana ho hosana ho)
Aowa wa lla o

Angisakwazi nokuya eskolweni wolololo ma
Angisakwazi nokuya eskolweni wolololo ma
Angina nempahla yokunxiba yoh
Angina nempahla yokunxiba yoh
Angina nempahla yokunxiba yoh
Angina nempahla yokunxiba yoh

Nkiya nkiya wolololo (nkiya nkiya wolololo)
Nkiya nkiya wolololo (nkiya nkiya wolololo)
Nkiya nkiya wolololo (nkiya nkiya wolololo)
Nkiya nkiya wolololo (nkiya nkiya wolololo)

(Hosana ho) sicela uncedo
(Hosana ho) kuni bantu bakithi
(Hosana ho) sicela uncedo
(Hosana ho) kuni bantu bakithi
(Hosana ho) sicela uncedo
(hosana ho) kuni bantu bakithi

(Hosana ho) sicela uncedo
(Hosana ho) kuni bantu bakithi
(Hosana ho) sicela uncedo

Angina nempahla yokunxiba yoh
Angina nempahla yokunxiba yoh
Angina nempahla yokunxiba yoh
Angina nempahla yokunxiba yoh

Angisakwazi nokuya eskolweni wolololo ma
Angisakwazi nokuya eskolweni wolololo ma
Aowa wa lla o (nkiya nkiya wolololo nkiya nkiya wo)
Aowa wa lla o(nkiya nkiya wolololo nkiya nkiya wo)