Nomanyange [Live]
Oh yeah hey hey oh oh
Hoyoyo iyo yayaya ye
Hoyoyo iyo yayaya ye
Hoyoyo iyo yayaya ye
Hoyoyo iyo yayaya ye
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Ngonyamakazi yam
Inye, zimbini, zintathu, zine
Ndawa ndivuka nezam zonke
Babala bakhuza
Ngenxa yentyantyambo zam
Inye, zimbini, zintathu, zine
Ndawa ndivuka nezam zonke
Babala bakhuza
Ngenxa yentyantyambo zam
Babelapho bonke
Besithi kuye
Babelapho bonke bemkhalimela hayi
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo)
Yeka lomfazi (Lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo)
Yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa)
Oh hayi
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo)
Yeka lomfazi (Lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo)
Yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa)
Ndimlo ndingomnye wabo
Hey umama nimyeke woo
Hey umama nimyeke woo woo
Hey umama nimyeke woo
Hey umama nimyeke woo whohoho whohoho
Bambiza amagama
Bath'usisihelegu
Bambiz'isihelegu
Wothwalwa ngubani na
Xa esenz'abantwana
Abangenaw'thwal'igama
Abangenaw'thwal'usapho
She couldn't take it anymore
Not a day longer
Ain't nothing wrong with my babies
She said
I'll take them and I will leave
Oh hayi
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo)
Yeka lomfazi (Lithumelo)
Yeka lomfazi (Bathi lithumelo)
Yeka lomfazi (Kodwa yena wayesazi)
Yeka lomfazi (Uzozal'amantombazana odwa)
Oh hayi
Yeka lomfazi
Yeka lomfazi
Yeka lomfazi
Yeka lomfazi (Kodwa)
Uzozal'amantombazana odwa
Ndim lo ndim lo
Hey umama nimyeke woo
Hey umama nimyeke woo woo
Hey umama nimyeke woo
Hey umama nimyeke woo whohoho whohoho
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Yena wayesaz'ukuthi
Ingonyamakazi yam
Wen'uzozal'amantombazana
Uzothwal'amantombazana
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Nomanyange
Uzozal'amantobazana