Nxolele
Ndixolele thixo wam
Nguwe oli themba lam
Ndixolele thixo wam
Nguwe oli themba lam
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlaba
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlaba
Nkosi yam ndingumntwana wakho
Ndilahlekile ndibuyise
Mandilahlwa nguwe ndoba yini nha
Kulezinto zalomhlaba
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlaba
Ndixolele (ndixolele thixo wam)
(Nguwe oli themba lam )
(Ndixolele thixo wam )
(Nguwe oli themba lam)
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlaba
Ndinjena-njena mhla
Izinto zalomhlaba
Mandilahlwa nguwe mna
Ndoba yini kulomhlaba
Mandilahlwa nguwe mna
Ndoba yini kulomhlaba
Mandilahlwa nguwe mna
Ndoba yini kulomhlaba
Mna ndinjena_njena nje
Izinto zalomhlaba somandla ndixolele
Ndixolele thixo wam
Thixo wam (nguwe oil themba lam)
Themba lam (ndixolele thixo wam)
Thixo wam (nguwe olithemba lam)
Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Izinto (zomhlaba)
Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Zalomhlaba (zomhlaba)
Mandilahlwa (mandilahlwa nguwe mna)
(Ndoba yini kulomhlaba)
Somandla (mandilahlwa nguwe mna)
Somandla (ndoba yini kulomhlaba)
Ndixolele (ndixolele thixo wam)
Thixo wam (nguwe oil themba lam)
Themba lam (ndixolele thixo wam)
Thixo wam ((nguwe oil themba lam)
Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Izinto (zomhlaba)
Ndinjena (ndinjena-njena namhla)
Izinto( izinto )
Zalomhlaba (zomhlaba
Mandilahlwa (mandilahlwa nguwe mna)
Nguwe nguwe(ndoba yini kulomhlaba)
Somandla (mandilahlwa nguwe mna)
Somandla (ndoba yini kulomhlaba)