Sabelani
Mama ndiyakhala
kwaye ndindedwa
Ndicel' undibambe ngesandla
And tell me I will be alright
Tata ndiyoyika
Kwaye ndiyacela
Ndicel' undibonis' indlela
Ndicel' undibonis' indlela
Haibo kunzima
Kubuhlungu bo
Ayaphel' amandla am
Mna ndiyan'dinga bo
Ndiyan'dinga mna oh oh oh
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo
Sabelani bant' abadala
Oh ndiyan'dinga
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo
Sabelani bant' abadala
Oh ndiyan'dinga
Madlamini ntomb' enothando
Instikelelo nam ndiyazdinga
Sabela bawo my mama
Has been praying for me
Ngoba ndiyanidinga
Ndiyanidinga bo
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo
Sabelani bant' abadala
Oh ndyan'dinga
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo
Sabelani bant' abadala
Oh ndiyan'dinga
Ndicela kuded' ubumyama
Kuvel' ukukhanya kuba
Obomi bunzima
Send' phelelwa ngamandla
Ngiguqa ngedolo kuni (bant' abadala)
Kuded' ubumnyama
Kuvel' ukukhanya kuba
Obomi bunzima
Send' phelelwa ngamandla
Ngiguqa ngedolo kuni (bant' abadala)
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo (oh ndincedeni)
Sabelani bant' abadala
Oh ndiyan'dinga
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo
Sabelani bant' abadala
Oh ndiyan'dinga
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo
Sabelani bant' abadala
Oh ndiyan'dinga
Ndiyan'dinga
Ndiyakhala
Ndiyacela bo
Sabelani bant' abadala
Oh ndiyan'dinga