Ubuhle


Ndithe ndiphum' ekhaya
Ndikhapha inkomo zakuthi
Ziye emlanjeni yeah njenge sqelo
Intombi zehla zenyuka
Zona ziyotheza ziyotheza
Zehla zenyuka ah
Zinyamezel' iqhakaza

Ndithe ndakuyibona lenswakazi
Kwaqaqamb' intliziyo
Ndithe ndakuyibona lenswakazi
Kwaxega amadolo
Ndithe ndakuyibona lenswakazi
Kwaqaqamb' intliziyo
Ndithe ndakuyibona lenswakazi
Kwaxega amadolo

Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe

Intliziyo yam ibuhlungu
Xandibona yena enchuma njalo
Intliziyo yam ibuhlungu ngokabani na

Ubuhle bale nswakazi yo ho
Bundenza ndibe rongo ngendlel' emnandi
Ubuhle bale nswakazi yo ho
Buyandigqiba buyandichaza

Isizathu ndiyasbona ndikhaphana nenkomo nje hoqo
Eskhumbuzo koqob' kanti
Dade ebeyazi (lemini iyeza nangomso)
Ndifuman' intombi endenza ndizive ndiphelele
Ndimusulwa emizweni yami
Xa ndinga nqobol' oyikho
Ndinqol' ingqo ngaya le kuye
Ngoba ngaphandle kwale nswakazi ya oyi
Ha ndafana ah ndafana

Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe



Nzohlala ndiku thanda mna
Nzohlala ndi cinga ngawe
Nzohlala ndizifela ngawe hi
Nzohlala ndiku thanda mna
Nzohlala ndi cinga ngawe
Nzohlala ndizifela ngawe

Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe

Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh
Ubuhle bale nswakazi iyo oh oh
Ubuhle bakhe