Eloi Eloi Elo! Elo! Lamasabakathani


Jerusalem ikhaya lam endilithandayo
Jerusalema(jerusalema)
Jerusalema ( ikhaya lam )
Ikhaya (endilithandayo)

Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)
Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)

Jerusalema(jerusalema)
Jerusalema ( ikhaya lam )
Ikhaya (endilithandayo)
Jerusalema(jerusalema)
Jerusalema ( ikhaya lam )
Ikhaya (endilithandayo)

Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)
Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)

Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)
Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)

Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)
Wofezwa nini umzamo wam
Umzamo wam(sendiphumle kuwe)

The most viewed