Ewe


Ifani hayi mani
Ndispana gqithi soloko ndime ngqo
Imali ayithi gqi soloko ime ngqo
Majita kutheni ndikhephi saqa
Ndisweety ingathi yipoetry kangqo
Ndi mix(eni) nam njengomphokoqo
Ayeke uginya amathe uqhoqhoqho
Ndiphupha ngemali ndiyibala qho
Ndileli kulomatrasi ndiphol'emqolo
Honey honey nivalela mna qha
Why indim lo uma nomqa
Tha andikwazi nobamba umnqa
Tha xandizama niyandi nqa
Ngeba ndiya perfoma nam qha
Niyandijaivisa nindiphulisa isinqa
Niyandidlalisa ninditsibisa ugqab'si
Ninamakhasi nindidlalisa unjiqi
Kutheni lemali niyibambe nqi

Niyandibawisa nindiginyisa ingwiqi
Niyandihambisa nindinyukisa isiginqi
Niyandijimisa nindikhupha imikhinqi
Nezikelemu zivela zithi gqi
Umoya awuphuki soze athi qhu
Aniboni ba ndiyeza aniziv'izigingqi

Kuba uhayi akasebenzi ngcono uzame u
Ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe ( ifani)
Ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe

Shhh niyarasa my broe
Awubini ke busy nes'phani my bra
Bonna kea raima my bra
And ketsweli ke bra
Sheba noe got metsi my bra
Ha litsebe akenali bra
I mean akina mali ke yubatlela lishebile bra
Bona lithosa lako bra
Aliboni bom repper bako bra
Sisuthu kea siravaza sitswana kea kea siravaza
Kea kea siravaza ke blah blah blah
Excetra yhaa
And ke sky blue
Hellow hi hi ke sky blue
wena ………….

Kuba uhayi akasebenzi ngcono uzame u
Ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe (inja)
Ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe (ifani)
Ewe ewe ewe ewe ewe

Iza phiriri pharoro phangqa
Ufane wazifihla ndizokubhaqa
Ndizokuchophela ndongqena ugaqa
Nditeketise imali imali ndizoyibhaqa
Ndigula ngayi indenza iqhengqe
But ayindifunu ifuna ndiyileqe
Andisadinwanga ifuna ndiyileqe
Ngeba ndiyayiyeka qhandineqhengqe
Lomsebenzi liyelekenqe
Izongena intsokolo ithi gelekenqe
Kuphele ifocus kuphele izigelekeqe
Kuphele isonka kuphele ujeqe
Mna ndiyabetha ndithi ndiyabhuqa
But le industry inkulu ngoku ndiyagunqa
Ababantu abazitsali inyawu ziyarhuqa

Kuba uhayi akasebenzi ngcono uzame u
Ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe (inja)
Ewe ewe ewe ewe ewe ( hai mani)
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe (ifani)
Ewe ewe ewe ewe ewe

Ewe ewe ewe ewe ewe (bula sekere JR)
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe (bula sekere JR)
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe (inja)
Ewe ewe ewe ewe ewe
Ewe ewe ewe ewe ewe ewe (ifani)
Ewe ewe ewe ewe ewe

Harrr wena wena uyibee
Harrr wena wena wen uyibee
Wena uyi bee harrrr