Mphefumlo Wam

Mphefumlo wam wophelelaphi
Kwezintlungu zalo umhlaba
Ilanga lam seliyashona
Nkosi yam nguwe owaziyo

Mphefumlo wam wophelelaphi
Kwezintlungu zalo umhlaba
Ilanga lam seliyashona
Nkosi yam nguwe owaziyo

Mphefumlo wam wophelelaphi
Kwezintlungu zalo umhlaba
Ilanga lam seliyashona
Nkosi yam nguwe owaziyo

Mphefumlo wam wophelelaphi (wophelelaphi)
Kwezintlungu zalo umhlaba (kwezintlungu)
Ilanga lam seliyashona ( oh ilanga lami seliyashona)
Nkosi yam nguwe owaziyo (nkosi yam)

Kwezintlungu zalo umhlaba (kulo mhlaba)