Phesheya Komlambo


Kuzawde kutshone ilanga
Ndimane ndinyuka amathafa
Kuzawde kutshone ilanga
Ndimane ndinyuka izintaba

Noma kunjani na
Noma kunganetha
Noma kunjani na
Noma kungabanda
Noma kunjani na
Noma kunganetha
Noma nomma noma

Ndolikhwaza ndolikhwaza igama lakho
Ndimi phesheya komlambo
Ndolikhwaza ndolikhwaza igama lakho
Ndimana ndicula ingoma zothando
Ndolikhwaza (ndolikhwaza)
Igama lakho ndimi phesheya komlambo
Ndolikhwaza ndolikhwaza igama lakho
Ndimana ndicula ingoma zothando

Kuzawde kutshone ilanga
Ndimane ndinyuka amathafa
Kuzawde kutshone ilanga
Ndimane ndinyuka izintaba

Kuzawde kutshone ilanga
Ndimane ndihamba indlela indlela enameva
Kuzawde kutshone ilanga
Ndimane ndihamba indlela indlela enameva

Noma kunjani na
Noma kunganetha
Noma kunjani na
Noma kungabanda
Noma kunjani na
Noma kunganetha
Noma nomma noma

Ndolikhwaza (ndolikhwaza)
Igama lakho ndimi phesheya komlambo
Ndolikhwaza ndolikhwaza igama lakho
Ndimana ndicula ingoma zothando

Ndolikhwaza (ndolikhwaza)
Igama lakho ndimi phesheya komlambo
Ndolikhwaza ndolikhwaza igama lakho
Ndimana ndicula ingoma zothando


Writer/s: NTSIKA FANA NGXANGA, ROBINSON MALINGA