Olwakho Lonke

Ntliziyo uthanda kanjani
Umuntu ongamazi ongakaze wambona
Mpefumlo wenza kanjani
Ngapho uyafung'uyagomela nawe ngqondo uyandijikele
Ntliziyo uthanda kanjani
Umuntu ongamazi ongakaze wambona

Bheka manje sengiphakamise ugcingo
Molo sthandwa sam luthathe lonke uthando lwam ngolwakho( ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)
Lonke ngolwakho (ngolwakho lonke)

Hayi uthando ngolwakho

Ayakhalaza amehlo am
Athi afuna ukubona wena
Ziyakhalaza izinyawo zam
Zithi zifuna ukuvakashela wena (funa ukuvakashela wena)
Ziyakhalaza izindlebe zam
Zithi zifuna ukuzwa ilizwi lakho

Bheka manje sengiphakamise ugcingo
Molo sthandwa sam luthathe lonke uthando lwam ngolwakho( ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)
Lonke ngolwakho (ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)
Lonke ngolwakho (ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)
Lonke ngolwakho (ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)
Hayi uthando ngolwakho

Ngolwakho (ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)
Lonke ngolwakho (ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)
Lonke ngolwakho (ngolwakho lonke)
Ohoo ( ngolwakho lonke uthando ngolwakho)

intliziyo yami ngeyakho (ngolwakho lonke)
Bathi awu thatha mhi (ngolwakho lonke)
Hayi uthando ngolwakho