Poyiyane


Buya kunje ndiyakthanda
Noba sekutheni na baby, ndiyakuthanda
Buya noba sekutheni na
Uthando lwam oh luyakuthanda

Buya kunje ndiyakthanda
Noba sekutheni na baby, ndyakuthanda
Buya noba bekutheni na
Uthando lwam oh luyakuthanda

Uyivile leyo uyivileyo
Uyayithemba leyo uyithembayo
Uyivile leyo uyivileyo
Uyayithemba leyo uyithembayo

Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Iitshomi zakho ziyakulahlekisa
Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Iitshomi zakho ziyakulahlekisa
Hlekisa ah
Hlekisa ah

Bamba nasi' isandla sam
Ungandiyeki, uzolahleka
Ndithi bamba nants' ibhatyi yam
Ungayilahli bazokuhleba (my baby)

Bamba nasi' isandla sam
Ungandiyeki, uzolahleka
Ndithi bamba nants' ibhatyi yam
Ungayilahli bazokuhleba (my baby)

Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Litshomi zakho ziyakulahlekisa
Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Iitshomi zakho ziyakulahlekisa
Hlekisa ah
Hlekisa ah

Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Litshomi zakho ziyakulahlekisa
Ungalahl' imbo ngophoyiyane mntwana
Iitshomi zakho ziyakulahlekisa
Hlekisa ah


Writer/s: SIQULA MKHULULI, RINGO MADLINGOZI