Wayiyeka


Wayiyeka

Phezolo,
ubukhala nge microwave,
Kodwa ke ndabon'ukuth'iBig screen TV
ikufanele
Abantwana bafun'i Playstation,
iTunes no Spotify,
iData ne Wifi
Namhlanj'ungxola nge Mercedes
ne Pajero,
Ngoba nabo, enext door
bayipheth'inyuku
Ngokuhlwa nje,
utshizi nay'utshokolethi,
ekuseni, uthi, uyandishiya

I wish you well,
ebomini bakho
Nam ndizo qhubeka
ngobam
Andiqumbanga,
hey, ubomi ngumzamo
Ufana nay'uMerrie-Go-Round,
ngamany'amaxesha

Ye-yeyeye,
ye-yeyeye,
yonk'int'ibie ngetreyi, ebomini bakho
Wena wayiyeka..

ye-yeyeye,
ye-yeyeye,
yonk'int'ibie ngetreyi, ebomini bakho
Wena wayiyeka..
ye-yeyeye,
ye-yeyeye,
yonk'int'ibie ngetreyi, ebomini bakho
Wena wayiyeka..
Wena wayiyeka.
.Wena wayiyeka..

Iye yeyeye,
Iye yeyeye,
younk'it'ibize ngetreyi, ebomini bakho
Wena wayiyeka..
ye yeyeye,
ye yeyeye,
younk'it'ibize ngetreyi, ebomini bakho
Wena wayiyeka..
ye yeyeye,
ye yeyeye,
younk'it'ibize ngetreyi, ebomini bakho
Wena wayiyeka..
Wena wayiyeka..
Wena wayiyeka..


Writer/s: Kholeho Mosala